Inguqulelo ka -thwala ingesiNgesi:

-thwala

carry

isenzi

  • 1

    carry
    Thwala iemele uye esapha uyokukha amanzi Carry the bucket and go up to fetch some water
  • 2

    bear
    Lo mthi uthwala iziqhamo ezininzi This tree bears lots of fruit
  • 3

    (on the head)
    put on
    wear
    Uthwele ibharetki, umlomo uwuqabe bomvu krwe She has put on a beret, and has painted her mouth red