Inguqulelo ka -tsala ingesiNgesi:

-tsala

pull

isenzi

  • 1

    pull
    Tsala iplastiki ukuze igqume ingqayi yeglasi Pull the plastic so that it covers the glass vase
  • 2

    catch
    draw
    Kufunela utsale umdla womfundi You must draw the learner's interest
  • 3

    extract
    pull out
    remove
    Tsala ubulembu, izityalo ezidla ngokuhlala emithini okanye ematyeni Extract the lichen, the plants that are usually found on trees or rocks
  • 4

    dial
    call
    ring
    Khumbula ukutsala nje umnxeba, siza kugaleleka ngomzuzwana Remember to just dial the line, we will be there in a minute
  • 5

    withdraw
    take out
    UBulelwa utsala imali ebhankini Bulelwa withdraws money from the bank
  • 6

    attract
    Imagnethi itsala imethali A magnet attracts metal