Inguqulelo ka -tshona ingesiNgesi:

-tshona

drown

isenzi

  • 1

    drown
    Uthe esazama njalo ukutsiba wawa watshona emanzini As she was trying to jump, she fell and drowned in the water
  • 2

    sink
    Ilitye litshona emanzini A stone sinks in water
  • 3

    disappear to
    Watshona phi uVuyani? Where did Vuyani disappear to?
  • 4

    (sun)
    set
    go down
    Lungisa idiphozithi ke phambi kokuba litshone ilanga Arrange for the deposit before the sun sets
  • 5

    fail
    Watshona kwizifundo zakhe lo mntwana This child failed in his studies