Inguqulelo ka -tyhila ingesiNgesi:

-tyhila

turn to

isenzi

  • 1

    (pages of a book)
    turn to
    go to
    turn over
    Tyhila kwiphepha lama-23 encwadini yabafundi Go to page 23 in the learners' book
    Tyhila iphepha Turn the page over
  • 2

    remove
    lift
    fold back
    Watyhila ingubo; wambona umntwana She lifted the blanket; she saw the child