Inguqulelo ka -va ingesiNgesi:

-va

hear

isenzi

  • 1

    hear
    Weva inja ixoxela kufutshane He heard the dog barking nearby
  • 2

    feel
    Wayeziva ediniwe She felt tired
    Weva into embi uJessie xa kwakufuneka emke eSt Lucy Jessie felt so bad when she had to leave St Lucy
    Weva izandla zimxhasa ngasemva, kwaba kuphelile She felt a touch of hands from behind and that was the end
  • 3

    understand
    Ewe ndiyakuva tamnci, yaye ndivumelana nawe Yes, I understand you uncle, and I agree with you
  • 4

    smell
    Weva ivumba elimnandi lamandongomane uMvundlana lamtsho wavuza izinkcwe Rabbit smelled a good aroma of peanuts, and that made him salivate
  • 5

    sense
    UCikizwa weva apha emibuzweni ukuba uVusi akanamntwana Cikizwa sensed from the question that Vusi has no child

Usetyenziso

When '-va' means "feel", it is often used with a reflexive '-zi'.