Inguqulelo ka -vakala ingesiNgesi:

-vakala

be heard

isenzi

  • 1

    be heard
    be audible
    Wavakala ehleka uTriki, waqubha wemka Triki was heard laughing, and he swam away
  • 2

    be clear
    make sense
    Iyavakala intsingiselo yawo It's meaning is clear