Inguqulelo ka -vusa ingesiNgesi:

-vusa

wake someone up

isenzi + isenzisa

  • 1

    wake someone up
    Sikhawuleze saya kuvusa abasebenzi We rushed to wake up the workers
  • 2

    renovate
    Wacebisa olu sapho ukuba luye kuvusa umzi wooyisemkhulu He advised this family to go and renovate their forefathers' houses