Inguqulelo ka -xakeka ingesiNgesi:

-xakeka

be busy

isenzi + isenzeka

  • 1

    be busy
    be occupied
    Waxakeka kakhulu uSolontsi ngoMgqibelo Solontsi was so busy on Saturday
  • 2

    be confused
    Waxakeka umntwana, akazi eyona nto imlungeleyo amakayenze The child was confused and was not sure of the right thing to do