Inguqulelo ka -xhasa ingesiNgesi:

-xhasa

support

isenzi

  • 1

    support
    Ndiyamxhasa uNyophoza, ukuba asilithathi icebo lakhe siyazintlama I support Nyophoza, we'll be fooling ourselves if we don't take his advice
  • 2

    hold up
    prop
    support
    UMvundla waphakamisa iintupha zakhe zangaphambili waxhasa iliwa Hare raised his front paws and held up the rock