Inguqulelo ka -zala ingesiNgesi:

-zala

give birth

isenzi

  • 1

    give birth
    Wazala umntwana oyinkwenkwe She gave birth to a baby boy
  • 2

    be filled up
    become full
    Le milambo iyazala, nezi ntaba zibe nekhephu These rivers fill up, and the mountains get snow
  • 3

    ufundo ngezoqoqosho
    gather interest
    Ungalibali ke ukuba le mali iyazala Don't forget that this money will gather interest