Inguqulelo ka -zange ingesiNgesi:

-zange

never do

intsiza-senzi

  • 1

    never do
    Si-i! Zange ndimbone umntu onjengawe Oh! I have never seen a person like you
    Zange ndilubone usana oluhle kangaka I've never seen such a beautiful baby (before)
    Akazange adibane nentombi bengekatshati He had never met with an unmarried girl