Inguqulelo ka -zingela ingesiNgesi:

-zingela

hunt

isenzi + isenzela

  • 1

    hunt
    Abazingeli bazingela iinyamakazi The hunters hunt for game
  • 2

    search for
    Ndizingela izitshixo zam I am hunting for my keys