Inguqulelo ka amaninzi ingesiNgesi:

amaninzi

many

isiphawuli

  • 1

    many
    Isityalo sineentyatyambo namagqabi amaninzi The plant has flowers and many leaves
  • 2

    a lot of (something)
    Xa bendipheka ndigalele amanzi amaninzi As I was cooking, I poured in a lot of water