Inguqulelo ka amanzi ingesiNgesi:

amanzi

water

isibizo esikwisininzi (class 6)

  • 1

    water
    Amanzi acime umlilo Water has extinguished the fire
    Hamba ke uye kukha amanzi emlanjeni Go then and fetch water from the river
    La manzi ayabanda This water is cold