Inguqulelo ka bakhe ingesiNgesi:

bakhe

her/his

isimnini

  • 1

    her/his
    Umntwana oswelekelwe ngabazali bakhe uza kuncedakala The child who lost his parents will receive help
  • 2

    her/his
    Umama uthatha ityesi apakishe ubumpahlana bakhe Mother took a bag and packed her clothes