Inguqulelo ka cwaka ingesiNgesi:

cwaka

of being quiet

isifanekisozwi

  • 1

    of being quiet
    Cwaka akwabikho mpendulo There was silence, there was no answer
    Ufike wankqonkqoza efestileni kwathi cwaka She arrived and knocked on the window and it was quiet
  • 2

    of being calm
    Emva kokuvuthuza umoya kuthe cwaka After the wind blew, it was calm