Inguqulelo ka ebanzi ingesiNgesi:

ebanzi

broad

isibaluli

  • 1

    broad
    wide
    thick
    Imilambo ebanzi, iyingozi The wide rivers are dangerous
  • 2

    broad
    general
    Inkqubo ebanzi karhulumente iza kunceda abantu The broad governmental programme will help the people