Inguqulelo ka ebuhlungu ingesiNgesi:

ebuhlungu

painful

isibaluli

  • 1

    painful
    sore
    Uza kundenzela intloko ebuhlungu You are going to make my head sore
  • 2

    painful
    sad
    Ndiva into ebuhlungu yile nto uyithethayo I feel sad about what you are saying