Inguqulelo ka elidala ingesiNgesi:

elidala

old

isiphawuli

  • 1

    old
    Ezinye izinto ezifunekayo liphephandaba elidala, isikere neglu Other things that are needed are an old newspaper, scissors and glue
    Eli libali elidala elalibaliswa ngabeSutho This is an old story told by the Sotho people