Inguqulelo ka elincinci ingesiNgesi:

elincinci

small

(elincinane)

isiphawuli

  • 1

    small
    little
    ILesotho lilizwana elincinci ehlabathini Lesotho is a little country in the world
  • 2

    small
    young
    Basalikhumbula ngothando inenekazi elincinci They still remember the young lady with love
  • 3

    short
    small (amount)
    Siza kuphumla ixesha elincinane emva kwemini We will rest for a short time this afternoon