Inguqulelo ka elingephi ingesiNgesi:

elingephi

small (quantity of something)

isibaluli

  • 1

    small (quantity of something)
    unimportant
    low (price)
    Sithenge inkomo ngexabiso elingephi We bought the cow for a low price
  • 2

    short (amount of time)
    Sabhadula ithutyana elingephi de sawufumana We searched around for a short while until we found it