Inguqulelo ka emnandi ingesiNgesi:

emnandi

nice

isibaluli

  • 1

    nice
    pleasant
    enjoyable
    Uze undiphathele into emnandi edolophini, mfo wam Please bring me something nice from town, my son
    Yayimihla emnandi le kwaXhosa Those were pleasant days in the land of the Xhosa people