Inguqulelo ka ende ingesiNgesi:

ende

long

isiphawuli

  • 1

    long
    Apho eGugulethu kukho indlela ende Over there in Gugulethu there is a long road
  • 2

    tall
    high
    Inkwenkwe ende ibulisa uNdumiso A tall boy greets Ndumiso
    Ndiphuphe ngathi ndimbona ekhwele kwintaba ende I dreamt that I saw him climb a high mountain