Inguqulelo ka engaka ingesiNgesi:

engaka

so many

isibaluli

  • 1

    so many
    such a lot
    Kutheni nindibuza imibuzo engaka nje? Why do you ask me so many questions?
    Kakade uyithatha phi imali engaka? By the way, where do you get such a lot of money?
  • 2

    of such a size
    Madoda, kunini ndiyifuna inja engaka Fellows, for how long have I been looking for a dog this big!