Inguqulelo ka eshushu ingesiNgesi:

eshushu

hot

isibaluli

  • 1

    hot
    warm
    Silindele imini eshushu ukuze siqalise uhambo lwethu We are waiting for a hot day to start our journey
    Mandikhawuleze ndenze iti eshushu I must quickly make hot tea