Inguqulelo ka ezi ingesiNgesi:

ezi

these

isikhombisi

  • 1

    these
    Ezi zigqibo zixhomekeke kwinqununu yesikolo These decisions depend on the school headmaster
    Ezi gusha zam ziza kondla umzi, umntwan'am These sheep of mine will feed the household, my child