Inguqulelo ka ezibi ingesiNgesi:

ezibi

terrible

isiphawuli

  • 1

    terrible
    horrible
    Kwafika izikhukhula ezibi Terrible floods came
  • 2

    bad
    evil
    Wafika wasebeza endlebeni kuye, izithuko ezibi He came and whispered bad insults into her ears
  • 3

    poor quality; weak
    Ezinye izinto ziba neziphumo ezihle kanti ezinye zineziphumo ezibi Some things produce good results whereas others produce weak results