Inguqulelo ka ezibomvu ingesiNgesi:

ezibomvu

red

isibaluli

  • 1

    red
    Ndicela imali yokuthenga izihlangu ezibomvu I would like money to buy red shoes
    Bobabini babefake iiribhoni ezibomvu They were both wearing red ribbons