Inguqulelo ka ezibuhlungu ingesiNgesi:

ezibuhlungu

painful

isibaluli

  • 1

    (physical)
    painful
    sore
    USindiswa wakhala ngeenyawo ezibuhlungu Sindiswa complained about sore feet
  • 2

    (emotional)
    painful
    sad
    Inene izinto ezibuhlungu azipheli kulo mhlaba Indeed, sad things do not go away on this earth