Inguqulelo ka ezinjalo ingesiNgesi:

ezinjalo

of that kind

isibaluli

  • 1

    of that kind
    like those
    Asikabi nazo izikolo ezinjalo We do not yet have schools of that kind
    Asifuni ukuhlala kwiimeko ezinjalo We do not want to live in those kind of circumstances