Inguqulelo ka ezinkulu ingesiNgesi:

ezinkulu

big

isiphawuli

  • 1

    big
    large
    Abantu abahlala kwiidolophu ezinkulu banethamsanqa People who live in big cities are lucky
  • 2

    large amounts of
    much
    Bachitha iimali ezinkulu They spend large amounts of money