Inguqulelo ka ezisibhozo ingesiNgesi:

ezisibhozo

eight

isibaluli

  • 1

    eight
    Umfundi makabhale izivakalisi ezisibhozo ngamava akhe The learner must write eight sentences about her experiences
    Umdlezana uphumla iintsuku ezisibhozo emva kokuba ebelekile A mother who has just given birth rests for eight days