Inguqulelo ka ga ingesiNgesi:

ga

isifanekisozwi

  • 1

    up to a certain time or distance
    Batsala nzima ukusukela ngoko ukuza kuthi ga ngoku They struggled from then, up until now
  • 2

    of pushing the chest out
    UMlandeli ufotwe ethe ga isifuba koluya gqatso lweembaleki Mlandeli was photographed with his chest out in that runners' race