Inguqulelo ka gqum ingesiNgesi:

gqum

of hitting hard

isifanekisozwi

  • 1

    of hitting hard
    Wamtsho gqum ngompu entloko, wabona iinkwenkwezi uMax ngoko nangoko He hit him hard, with a gun on the head, and Max immediately saw stars
  • 2

    of falling with a noise
    of making a noise
    Intonga yakhe yathi gqum phantsi My stick fell down making a noise