Inguqulelo ka hele ingesiNgesi:

hele

isifanekisozwi

  • 1

    of striking (on the head)
    Wajika okombane uZosiwe, hele ngebhunguza entloko, cwaka ingxolo Zosiwe turned like lightning, struck him on the head with his knobkierie, and the noise stopped
  • 2

    of being peaceful
    Ke makube hele kube hele Let it be peaceful