Inguqulelo ka hlasi ingesiNgesi:

hlasi

of grabbing something

isifanekisozwi

  • 1

    of grabbing something
    We hlasi isitulo esasikufutshane naye He just grabbed the chair nearest to him
    Wayithi hlasi wayiphosa kubo She grabbed it and threw it to them