Inguqulelo ka icala ingesiNgesi:

icala

side

isibizo (class 5, isininzi amacala)

  • 1

    side
    Elinye icala lebhokisi libomvu One side of the box is red
  • 2

    direction
    Umoya uvela kweliphi icala? From what direction does the wind come?
  • 3

    (used when telling the time)
    half (an hour)
    Ngubani ixesha? Licala emva kwentsimbi yethoba ekuseni What is the time? It's half-past nine in the morning