Inguqulelo ka iceba ingesiNgesi:

iceba

isibizo (class 5, isininzi amaceba)

  • 1

    piece of anything broken (e.g. wood, glass, etc.)
    Wachola iceba elincinane leglasi She picked up a small piece of glass
  • 2

    pre-prefix
    Khumbula ukuhlahlelwa kwesibizo "umntu": u- uliceba Remember when analysing the noun "umntu": u- is a pre-prefix
  • 3

    half-moon
    Iceba lenyanga lalikhanya luzizi The half-moon had a dim light

Usetyenziso

A class 9 plural, 'iingceba', is sometimes used with this word.