Inguqulelo ka icebo ingesiNgesi:

icebo

advice

isibizo (class 5, isininzi amacebo)

  • 1

    advice
    Icebo labadala liza kuluncedisa ulutsha lwanamhlanje The advice of the elders will help the youth of today
  • 2

    plan
    Nali icebo lam lokufundela uviwo Here is my plan to study for the examination