Inguqulelo ka iculo ingesiNgesi:

iculo

hymn

isibizo (class 5, isininzi amaculo)

  • 1

    hymn
    Iculo lama-55 liculwa qho ezinkonzweni Hymn 55 is sung often at church services
  • 2

    song
    Tyhini! Ulifunde phi na iculo eliluncuthu kangaka? Goodness! Where did you learn such a melodious song?