Inguqulelo ka icwecwe ingesiNgesi:

icwecwe

postcard

isibizo (class 5, isininzi amacwecwe)

  • 1

    postcard
    UNomonde weza ephethe icwecwe elinomyalezwana Nomonde came with a postcard which had a short message on it
  • 2

    disc
    Yenza icwecwe lekhadibhodi ngokuzoba isangqa uze usisike Make a cardboard disc by drawing a circle and cutting it out
  • 3

    ikhompyutha
    disc
    Sebenzisa amacwecwe ukugcina iifayile zekhompyutha Use discs to store computer files