Inguqulelo ka idemokhrasi ingesiNgesi:

idemokhrasi

democracy

isibizo (class 9, isininzi iidemokhrasi)

  • 1

    democracy
    Siyavuya sinedemokhrasi apha eMzantsi Afrika We are pleased that we have a democracy here in South Africa