Inguqulelo ka ifama ingesiNgesi:

ifama

farm

isibizo (class 9, isininzi iifama)

  • 1

    farm
    Ifama yakwaNkondo ikufutshane nefama yakwaMbuza The Nkondo's farm is close to the Mbuza's farm