Inguqulelo ka igama ingesiNgesi:

igama

name

isibizo (class 5, isininzi amagama)

  • 1

    name
    Igama lakhe nguSamuweli His name is Samuel
  • 2

    word
    term
    Khetha igama ukugqibezela esi sivakalisi Choose a word to complete this sentence