Inguqulelo ka igila ingesiNgesi:

igila

gizzard

isibizo (class 5, isininzi amagila)

  • 1

    gizzard
    Ndiyalikhupha igila lenkuku phambi kokuyipheka I take out the chicken's gizzard before cooking it