Inguqulelo ka igogogo ingesiNgesi:

igogogo

isibizo (class 5, isininzi amagogogo)

  • 1

    metal container, typically a 5-litre tin used for paraffin or oil
    Xa ndandisiya evenkileni ukuya kuthenga igogogo leparafini, ndadibana nootsotsi When I was going to the shop to buy a tin of paraffin, I met the thugs