Inguqulelo ka igugu ingesiNgesi:

igugu

pride

isibizo (class 5, isininzi amagugu)

  • 1

    pride
    Igugu likaNothamsanqa likhulu emva kokufumana iziphumo zakhe Nothamsanqa's pride was great after getting her results