Inguqulelo ka igunya ingesiNgesi:

igunya

authority

isibizo (class 5, isininzi amagunya)

  • 1

    authority
    Ulinikwe ngubani igunya lokwenza loo nto? Who gave you the authority to do that?
    Ngutatomkhulu kuphela onamagunya okungxoliosa utata It is only my grandfather who has the authority to scold my father

Usetyenziso

The plural, 'amagunya', is used for when someone 'has authority' to do something.