Inguqulelo ka ihlelo ingesiNgesi:

ihlelo

congregation

isibizo (class 5, isininzi amahlelo)

  • 1

    congregation
    Ihlelo lidibana njalo ecaweni The congregation always meets at the church
  • 2

    inzululwazi geelwimi
    noun class
    Chaza ukuba ziphi izibizo ezikweliphi ihlelo Explain which nouns are in which noun class