Inguqulelo ka iimpukane eziluhlaza ingesiNgesi:

iimpukane eziluhlaza

people who gossip

  • 1

    (literally, green flies) people who gossip
    Ndakuva ngeempukane eziluhlaza ukuba ngathi baza kutshata I heard from the people that gossip that they are going to marry